UXWEBHU LOKUTYUMBA
Igama(amagama) womntu omtyumbayo:
Igama loMasipala / Umbutho ongekho phantsi korhulumente / amaziko; kubandakanywa amaziko emfundo ephakamileyo kunye nezikolo / uMbutho wabahlali otyumba iprojekthi okanye iiprojekthi:
Igama lePhondo:Igama lesitalato:Isixeko/Idolophu:Ikhowudi yeposiINombolo yeBhokisi yasePosini:Isixeko/idolophu:Ikhowudi yePosi:Ifowuni:Iselulafowuni:Ifeksi:I-Email:
ICANDELO A: IINKCUKACHA ZOKUTYUMBA - AMANQANABA EKUTYUNJWA KUWO:
Umsebenzi wemveli (kwicandelo lamanzi)
Ulondolozo lwamanzi (kwicandelo lamanzi)
Imfundo nokwazi ngomba (kwicandelo lamanzi)
Uphuhliso lwabahlali (kwicandelo lamanzi)
Amacandelo angaphantsi: Ugxininiso luyakwenziwa kula alandelayo:
AMACANDELO ANGAPHANTSI PHAWULA
Ukuveza izinto ezintsha ngokwemveli Eyona projekthi okanye ezona projekthi zivelisa izinto ezintsha zokuKhongozela aManzi eMvula Eyona projekthi inempumelelo kakhulu yokulawula amanzi asemhlabeni okanye agronjwa phantsi komhlaba
ICANDELO B: INDLELA YOKUTYUMBA IPROJEKTHI OKANYE IIPROJEKTHI
Xhasa iinjongo zelizwe malunga nolawulo lwamanzi
Abahlali bayabandakanyeka kwaye badlala indima enkulu
Phakamisa izisombululo eziveza izinto ezintsha nezizinzisekayo zolawulo lwamanzi
Khuthaza abasetyhini kunye/okanye imibutho yabasetyhini ithabathe inxaxheba ebonakalayo kwicandelo lamanzi
Khuthaza oomasipala badlale indima ephambili kwiinkonzo zolawulo lwamanzi
ICANDELO C: IXESHA LOKUPHELELWA KOKUFAKWA KWAMAXWEBHU OKUTYUMBA KUNYE NEMIGAQO YOKUWAFAKA
Kwimeko apho intlangano yokufundisana yokugqibela igqithela ngaphaya kwama 23 Julayi 2010, umhla wokufakwa kwamaxwebhu okutyumba uyakuba ngomhla waloo ndibano yokugqibela yokufundisana, kodwa KUPHELA kumaphondo apho kubanjwa khona iindibano zokugqibela zokufundisana.
ICANDELO D: II-OFISI ZOKUFAKA AMAXWEBHU OKUTYUMBA KUNYE NOKUFUMANA INKCAZELO EBANZI, UKUBUZISA OKANYE IMIBUZO
Nceda uthumele amaxwebhu okutyumba agcwalisiweyo kwezi ofisi zilandelayo kwaye ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, ucaciselwe kwaye ubuze, nceda unxulumane nabameli beengingqi abakupfuphi kuwe beSebe lezaManzi abachazwe apha ngezantsi:
ICANDELO E: INKCAZELO YOKUBETHELELA IZIZATHU ZOKUTYUMBA IPROJEKTHI OKANYE IIPROJETHI
Nceda unike inkcazelo engundoqo ngale projekthi okanye iiprojekthi. Nika inkcazelo malunga nexabiso iprojekthi okanye iiprojekthi ezinegalelo ngalo kwicandelo lamanzi. Ungongeza elinye iphepha ukubangaba udinga isithuba esininzi sokuchaza iprojekthi kwaye ubethelele inkcazelo yokuxabiseka kwayo.
Yamkelekile inkcazelo eyongezelelweyo engohlobo lwemiqulu, imifanekiso kunye nemiboniso yevidiyo.
